Leviticus 22:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umhlaumbi osukuba ecukumisa esinye isinambuzane anganco̔liswayo siso, umhlaumbi umntu anganco̔liswayo nguye, noko ukunco̔la kwake kukokunjanina;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nomntu osukuba echukumisa yonke into enyakazelayo, eyinqambi kuya, nokuba ngumntu oyinqambi kuye ebunqambini bakhe bonke:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntu osukuba echukumisa into yonke enyakazelayo, emenza inqambi, nokuba ngumntu ongazenzisiyo inqambi, nokuba yinto yonke eyinqambi anayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
okanye uchukumise umntu nokuba sisilwanyana esinomlaza.