Leviticus 22:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woti lakutshona ilanga abe ecokisekile, ati kamva adle kwezingcwele izinto; ngokuba kukutya kwake oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
lakutshona ilanga, wothi ehlambulukile adle emveni koko ezintweni ezingcwele; ngokuba kukudla kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokutshona kwelanga uya kuba ehlambulukile, emva koko azidle izinto ezingcwele; kuba kukudla kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lakuba ilanga litshonile uyahlambuluka; angandula ke ukutya kwiminikelo eyahlulelwe mna. Kukutya kwakhe oko kaloku.