Leviticus 23:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oya kushukushukumisa isitungu eso pambi kwoyehova, ngenxa yokubukwa kwenu: ngomhla wokusa emveni kwayo isabata umperisite wosishukushukumisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
alitshangatshangise isinde phambi koYehova; ukuze linikholekise, alitshangatshangise umbingeleli ngengomso emva kwesabatha;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuhambela phambili kakhulu phambi koYehova, ukuze kwamkeleke kuni; umbingeleli wosilungiselela ngengomso emva kwesabatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena ke woziwanga-wangisa phambi koNdikhoyo, khon' ukuze namkeleke kuye. Loo mnikelo umbingeleli kufuneka awenze ngomhla olandela *uMhla wokuPhumla.