Leviticus 23:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba yonke imipefumlo engabandezelwanga ngokwa nguwo umhla lowo, yona yonqanyulwa ebantwini bayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba wonke umphefumlo, osukuba ungazithobi ngenkqu yayo loo mini, wonqanyulwa, ungabikho ebantwini bakowawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nabani na ongacinezelwayo ngaloo mini uya kunqunyulwa phakathi kwabantu bakowabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu oya kuthi atye ngaloo mini uya kusikwa phakathi kwabantu bakaThixo.