Leviticus 24:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakulo usapo luka‐Sirayeli uya kuteta, usiti: Umntu osukuba etuka utixo wake, uya kutwala isono sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze uthethe koonyana bakaSirayeli, uthi, Umntu ngomntu, xa athe wamtshabhisa uThixo wakhe, wosithwala isono sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, Umntu ngomntu, xa athe wamtshabhisa uThixo wakhe, wosithwala isono sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uze ke uwaxelele amaSirayeli, uthi: ‘Nabani na onyelisa uThixo uya kuyaleka,