Leviticus 24:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni umntu enzela ummelwane wake isonakalo; njengoko akwenzileyo, kuya kwenziwa njalo nakuye:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu xa athe wamlimaza ummelwane wakhe, njengoko enze ngako, makwenziwe ngako kuye:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntu xa athe wawisa ummelwane wakhe; njengoko enze ngako, makwenziwe ngokunjalo kuye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Umntu owenzakalisa omnye umntu, nokuba umenza ntoni na, naye uya kwenziwa kwaloo nto.