Leviticus 24:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
isapuko ngenxa yesapuko, iliso ngenxa yeliso, izinyo ngenxa yezinyo: njengokuba enzele umntu isonakalo, uya kwenzelwa njalo naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukwaphulwa ngokwaphulwa, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo.Njengoko amlimazileyo umntu, makwenziwe ngoko kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iinyembezi ngenyembezi, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba umaphule ithambo, naye uya kwaphulwa ithambo. Ukuba umtyhaphaze iliso, naye uya kutyhatshazwa iliso. Ukuba umaphule izinyo, nelakhe izinyo lokwaphulwa. Nokuba umenzakalisa njani na omnye umntu, naye uya kwenziwa kwaloo nto ayenze komnye.