Leviticus 24:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo obulalayo isilo, wosibuyekezela; kanti obulalayo umntu, uya kufiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Obethe inkomo yafa, woyimisela; ke obethe umntu wafa makabulawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Obethe inkomo yafa, woyibuyisela; ke lowo ubuleleyo makabulawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu obulele imfuyo yomnye kufuneka ayivuse. Kodwa umntu obulala omnye umntu kufuneka abulawe naye.