Leviticus 24:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Soba sesika‐Arone nesonyana bake, abaya kusitya kweyingcwele indawo; ngokuba siyinto eyingcwelekazi kuye pakati kweminikelo eyenziwa ngomlilo kayehova, ngommiselo ongunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yoba yeka-Aron noonyana bakhe, bayidle endaweni engcwele;kuba yingcwele kangcwele kuye, ivela ekudleni kwasemlilweni kukaYehova: ngummiselo ongunaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ibe yeka-Aron noonyana bakhe; niyidle endaweni engcwele, kuba iyingcwele kangcwele kulowo uphuma ekudleni kwasemlilweni kukaYehova, ngokomyalelo ongunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezi zonka ziya kuba zezika-Aron noonyana bakhe. Kufuneka bazityele endaweni eyodwa, kuba kaloku sisabelo sababingeleli esithathwe kwiminikelo enikelwa kuNdikhoyo ngomlilo.”