Leviticus 25:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngenani leminyaka emveni kwowomgcobo uya kutenga kummelwane wako, na ngenani leminyaka yokuvelisa uya kutengisa kuwe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wothenga wena kummelwane wakho ngokwenani leminyaka emva komnyaka wentlokoma; wothengisa yena kuwe ngokwenani leminyaka yongeniselo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zithenge kummelwane wakho ngokwenani leminyaka emva komnyaka wentlokoma, akuthenge ngokwenani leminyaka yeziqhamo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ixabiso enilibizayo malibalwe lifanelane neminyaka loo mhlaba uza kulinywa ngayo kude kube ngunyaka wobuyiselo ozayo.