Leviticus 25:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize ningabandezelani; kodwa moyike utixo wako: ngokuba mna ndi nguyehova, utixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize ningabandezelani; uze umoyike uThixo wakho, ngokuba ndinguYehova, uThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukucudisana; kodwa woyike uThixo wakho, kuba ndinguYehova uThixo wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UmSirayeli angaze amqhathe uwabo, koko moyikeni *uNdikhoyo uThixo wenu.”