Leviticus 25:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umhlaba awuyi kutengiselwa ixesha elingunapakade, umhlaba ungowam nje: ngokuba nina ningabasemzini namaṙanuka ngakum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwe ze kungathengiswa ngalo, libhange, kuba ilizwe lelam; ngokuba ningabaphambukeli neendwendwe kum;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwe ze kungathengiswa ngalo, libhange, kuba ilizwe lelam; ngokuba ningabasemzini, ningabaphambukeli kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Umhlaba wenu mawungathengiswa ngokupheleleyo, kuba kaloku awungowenu, ngowam; nina ningabantu basemzini nje abanemvume yokuwusebenzisa.