Leviticus 25:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa izindle zenqele zezixeko zabo azitengeki; ngokuba ziyimfuyo engunapakade kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwe ledlelo lemizi yabo makungathengiswa ngalo, ngokuba lilifa elingunaphakade kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Idlelo lemizi yabo akuyi kuthengiswa ngalo; kuba bubutyebi babo obungunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wona amadlelo angqinge imizi yabaLevi makangaze athengiswe; alilifa labantwana babo.”