Leviticus 25:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako nxa umzalwana wako aya kuhlwempuza, abohle ngamandla ake ngakuwe, yena uya kumxasa, nokuba ungowasemzini, nokuba uliṙanuka, ukuze abe nokupila ngakuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa athe umzalwana wakho wanzonza, isandla sakhe solukela kuwe, somomeleza, aphile nawe engumphambukeli, elundwendwe kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe umzalwana wakho wanzonza, woyela kuwe; myekeni; ewe, nokuba ikwindawo enye okanye kwenye; ukuze ahlale nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xa umSirayeli wakuni omelene nawe ehlwempuzeka, kufuneka umxhase njengoko ufanele ukwenza kumngeneleli noxhwarhileyo, ukuze ahlale emelene nawe.