Leviticus 25:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kutabata kuye inzuzo enkulu, nokwanda okuninzi; koko uya kwoyika utixo wako, ukuze abe nokupila ngakuwe umzalwana wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukuthabatha nzala kuye, nalwando lwemboleko; uze woyike uThixo wakho, aphile umzalwana wakho kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuthabatha nzala kuye, nokuba nzala; kodwa woyike uThixo wakho; ukuze udade wenu ahlale nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uze ungambizi mdliwo; moyike uThixo wakho, khon' ukuze umSirayeli wakuni amelane nawe.