Leviticus 25:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
njengomqeshwa, njengoliṙanuka wobako kuwe: kude kube ngumnyaka womgcobo uya kukonza kuwe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woba njengomqeshwa, njengolundwendwe kuwe; wokukhonza kude kube ngumnyaka wentlokoma;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa njengomsebenzi wosuku, umphambukeli woba nawe aze akukhonze de kube ngunyaka weNtlokoma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuneka ahlale nawe njengomqeshwa okanye njengoxhwarhileyo, akukhonze de kufike unyaka wobuyiselo.