Leviticus 25:54 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woti ukuba akakululwa pakati kwale minyaka, andule apume ngomnyaka womgcobo, yena nosapo lwake kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe, akakhululwa ngentlawulelo ngabo abo, wophuma ngomnyaka wentlokoma, yena enabantwana bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe, akakhululwa ngentlawulelo ngabo abo, wophuma ngomnyaka wentlokoma, yena noonyana bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba akahlawulelwanga okanye azihlawulele, kufuneka yena nabantwana bakhe bakhululwe kunyaka wobuyiselo.