Leviticus 26:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubeka itabanakele yam pakati kwenu; waye umpefumlo wam ungayi kunidela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiwumise umnquba wam phakathi kwenu, ningadimalelwa ngumphefumlo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndiwumise umnquba wam phakathi kwenu, nomoya wam awuyi kunidimaza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndohlala ndihleli phakathi kwenu, ndingaze ndikruquke nini.