Leviticus 26:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba aniyi kupulapula kum, nayo yonke lemiyalelo aniyi kuyenza;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba nithe anandiphulaphula, anayenza le mithetho yonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nithe anandiphulaphula, anayenza le mithetho yonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubuye wathi *uNdikhoyo: “Xa ningandiphulaphuli, ningayithobeli imiyalelo yam,