Leviticus 26:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kumisa ubuso bam ngakuni, ukuze noyiswe pambi kwentshaba zenu; baye abatiyi benu beya kunipata ngobukosi, naniya kusaba nina, nxa kungeko oniputumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndonichasa nina, ukuze nibethwe phambi kweentshaba zenu, baninyathele abanithiyayo, nisabe kungekho unisukelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndiya kunibona, nibulawe phambi kweentshaba zenu; iintshaba zakho ziya kukulawula; yaye niya kusaba ukuba akukho mntu unisukelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndonishiya ukuze noyiswe, nize nilawulwe ziintshaba zenu ezithiyekileyo. Noba ngamaphaku-phaku abaleka engasukelwa bani.