Leviticus 26:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba niya kuyidla inyama yonyana benu, nenyama yentombi zenu niya kuyidla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nidle inyama yoonyana benu, nidle nenyama yeentombi zenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yidleni inyama yoonyana benu, nidle inyama yeentombi zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kulamba, nilambe nide nidle abantwana benu yindlala.