Leviticus 26:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndiya kwandula ndikumbule ucebano lwam kunye no‐Yakobi; nalo nocebano lwam kunye no‐Yisake, nalo nocebano lwam kunye no‐Abrahame ndolukumbula; nelizwe ndolikumbula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndowukhumbula umnqophiso wam noYakobi, kwanomnqophiso wam noIsake, kwanomnqophiso wam noAbraham; nelizwe ndilikhumbule.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndowukhumbula umnqophiso wam noYakobi, nomnqophiso wam noIsake, nomnqophiso wam noAbraham; kwaye ndiya kucinga ngelizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nam ndikhumbule umnqophiso wam kuYakobi, nakuIsake, nakuAbraham, ndize ke ndisihlaziye isithembiso sokubanika ilizwe elilelabo abantu bam.