Leviticus 27:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba sisesinye isilo esinco̔lileyo, ekungenikelwe ngaso umnikelo kuyehova, uya kwandula amise esosilo ebusweni bomperisite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba yinto ezitho zine eyinqambi, nokuba yiyiphi, ekungasondezwa msondezo wayo kuYehova, into leyo izitho zine mayimiswe phambi kombingeleli,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba sisilwanyana esingahlambulukanga angenako ukusibingelela kuYehova, eso silwanyana umele asizise kumbingeleli,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa xa ebethembise ngokunikela ngento engàtyiwayo, kufuneka loo mntu ayise kumbingeleli loo nto inikelwayo.