Leviticus 27:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba woka asikulule, uya kwandula asongeze esesihlanu isiqingata senani laso pezu kwokulinganisa kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wayikhulula okunene ngentlawulelo, makongeze isahlulo sesihlanu sayo kuko oko kulinganisela kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wayikhulula okunene ngentlawulelo, makongeze isahlulo sesihlanu sexabiso laso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa loo mntu uyizisileyo efuna ukuyikhulula, kufuneka ahlawule elo xabiso, ongezelele nomdliwo. (Lo mdliwo woba sisinye esihlanwini.)