Leviticus 27:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba uyangcwalisa intsimi yake kuqala emnyakeni womgcobo, iya kuma kwa njengokulinganisa kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wayingcwalisa intsimi yakhe, ethabathe emnyakeni wentlokoma, mayiqiniseke ngokulinganisela kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wayingcwalisa intsimi yakhe, ethabathela emnyakeni weNtlokoma, imele ihlale ngokomlinganiselo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa xa lo mhlaba ewunikela kanye ngonyaka wobuyiselo, kufuneka afumane ixabiso lawo elizeleyo.