Leviticus 27:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Konke okwahlukanisiweyo, okuya kwahlukaniswa pakati kwabantu, akuyi kukululwa; kwofiswa ngenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke into esingelwe phantsi ethe yasingelwa phantsi ingumntu, mayingakhululwa nangokumiselwa; mayibulawe ife.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abangcwele abasayi kukhululwa ngentlawulelo; kodwa uya kubulawa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nditsho nomntu onikelweyo akanakubuya akhululwe; kufuneka abulawe.