Leviticus 27:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni umntu aya kuka akulule into kwizishumi zake, esesihlanu isiqingata sazo uya kusongeza pezu kwazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe umntu wasikhulula okunene ngentlawulelo isishumi sakhe, makongeze kuso isahlulo sesihlanu saso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ubani uthe wathanda ukushiya nantoni na esishumini sakhe, makongeze isahlulo sesihlanu saso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kukho umntu ofuna ukukhulula inxenye yesishumi sakhe kufuneka ahlawule ixabiso elivunyiweyo, abuye ongezelele nangomdliwo. (Lo mdliwo woba sisinye esihlanwini.)