Leviticus 3:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
andule awunikele uvela kwa kuyo umnikelo wake, umnikelo owenziwa ngomlilo kuyehova; inqata eligubungela umbilini, nalo lonke inqata elipezu kwombilini,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wosondeza ukudla kwasemlilweni kuYehova, ethabathe emsondezweni wakhe umhlehlo ogubungele izibilini, namanqatha onke asezibilinini, nezintso zombini,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wowuzisa kuyo umsondezo wakhe, ukudla kwasemlilweni kuYehova; nomhlehlo ogubungele amathumbu, namanqatha onke aphezu kwamathumbu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
banikele ezi nyama zibe ngumnikelo kuNdikhoyo ngomlilo: amanqatha enyama yangaphakathi,