Leviticus 4:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa isikumba senkunzana, nayo yonke inyama yayo, kunye nentloko yayo, nakunye nentungo zayo, nombilini wayo, nomswane wayo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke isikhumba senkunzi entsha, nenyama yayo yonke, kunye nentloko yayo, kunye neentungo zayo, nezibilini zayo, nomswane wayo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kesikhumba senkunzi entsha, nenyama yayo yonke, nentloko yayo, namathambo ayo, namathumbu ayo, nomswane wayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa sona isikhumba nayo yonke inyama, intloko namanqina, nezibilini kwakunye namathumbu, oko kukuthi yonke inyama enganikelwanga kuNdikhoyo,