Leviticus 4:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba uyazisela umnikelo wake imvana ibe lidini lesono, yoba yimazi emsulwa aya kuyizisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke umsondezo wakhe wedini lesono uyimvana, wozisa ithokazi eligqibeleleyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uyisondeza imvana ibe lidini lesono, wozisa ithokazi eligqibeleleyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba kukho umntu ozisa igusha ukuza kwenza idini, mayibe yimazi engenasiphako.