Leviticus 5:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni acukumisayo ukunco̔la kwomntu, noko ukunco̔la kwake kunjanina anco̔lisiwe ngako, kuze kumfihlelwe; woti akukwazi, abe netyala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa athe wachukumisa ubuqambi bomntu, ubunqambi bakhe bonke ayinqambi ngabo, engakwazi oko, waza wabuya wakwazi oko: uzeke ityala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe wachukumisa ubunqambi bomntu, into yonke eyinqambi, adyobhekile yiyo, efihlakeleyo kuye; ukuba uthe wafumanisa, woba netyala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa umntu echukumise into engàphathwayo ephuma komnye umntu, loo mntu naye udyobhekile, unetyala nokuba akaqondi.