Leviticus 7:33 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo onikelayo igazi leminikelo yoxolo, nenqata, kubo onyana baka‐Arone, woba ngowake umkono wokunene ube sisahlulelwa sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo phakathi koonyana baka-Aron, usondeza igazi lombingelelo woxolo nenqatha, umlenze wasekunene woba ngowakhe, ube sisabelo sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Omnye koonyana baka-Aron, osondeza igazi lombulelo, nenqatha lesandla sakhe sokunene, soba sisabelo sakhe;