Leviticus 7:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku kukokwokutanjiswa kuka‐Arone, nokwokutanjiswa kwonyana bake, kuvela kuyo iminikelo eyenziwa ngomlilo kayehova, emhleni abebasondeza ukuza kukonza ngobuperisite kuyehova;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezo nto ngumxhesho ka-Aron, nomxhesho woonyana bakhe, ekudleni kwasemlilweni kukaYehova, ngomhla awabasondezayo ukuba babe ngababingeleli kuYehova;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezo nto ke ziyinxalenye yokuthanjiswa kuka-Aron nokuthanjiswa koonyana bakhe kwasekudleni kwasemlilweni kukaYehova ngomhla awabasondezayo ukuba babe ngababingeleli kuYehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le yinxaxheba kaNdikhoyo eyaxhanyulwa nguAron nangoonyana bakhe mhla bamiselwa ebubingelelini.