Leviticus 7:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oko uyehova waxela ukuba kunikwe kubo, emhleni wokubatambisa kwake, lusapo luka‐Sirayeli, ube ngummiselwa ongunapakade ngezizukulwana zalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
awawisa umthetho uYehova, ngomhla wokubathambisa kwakhe, ukuba bawunikwe ngoonyana bakaSirayeli; ube ngummiselo ongunaphakade lowo ezizukulwaneni zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
awawisa umthetho uYehova, ngomhla wokubathambisa kwakhe, ukuba bawunikwe phakathi koonyana bakaSirayeli, ngokomyalelo ongunaphakade, ezizukulwaneni zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mini yokuthanjiswa kwababingeleli uNdikhoyo wathi amaSirayeli makakhuphe eso sabelo sedini sibe yinxaxheba yabo. Lo ngummiselo omawuhlale uhleli.