Leviticus 7:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Konke okubudoda pakati kwabaperisite kuya kulidla; endaweni eyingcwele liya kudliwa: liyinto eyingcwelekazi lona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke into eyindoda phakathi kwababingeleli yolidla; lodliwa endaweni engcwele; liyingcwele kangcwele lona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke into eyindoda phakathi kwababingeleli yolidla; yodliwa endaweni engcwele; yeyona nto ingcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nayiphi na indoda ephuma kumlibo wababingeleli ingayitya loo nyama. Kodwa kufuneka ityelwe kulaa ndawo ikhethekileyo, kuba kwayona ikhethekile.