Leviticus 8:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wasondeza inkunzi yegusha yedini lokutshiswa; bati u‐Arone nonyana bake balalisa izandla zabo pezu kwentloko yenkunzi yegusha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayisondeza inkunzi yemvu yedini elinyukayo; bacinezela ooAron noonyana bakhe ngezandla zabophezu kwentloko yenkunzi yemvu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasondeza inkunzi yemvu yedini elinyukayo, bacinezela ooAron noonyana bakhe ngezandla zabo phezu kwentloko yenkunzi yemvu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uMosis usondeze inkunzi yegusha yedini elitshiswayo, baza uAron noonyana bakhe bayibeka izandla entloko.