Leviticus 8:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nenkunzi yegusha wayicanda ezitweni zayo; waye u‐Mosesi watshisa intloko, nezito, nenqata;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
inkunzi yemvu wayityatya; waqhumisela uMoses ngentloko, nenyama, nenqatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
inkunzi yemvu wayityatya; Waqhumisela uMoses ngentloko, nenyama, nenqatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayihlahla loo gusha, waza wahlamba izibilini nemilenze. Intloko yona, kunye namanqatha, kunye nayo yonke loo nyama, wazitshisa apho eqongeni, kanye njengoko kwatsho uNdikhoyo. Eli lidini elitshiswayo, idini elenzelwa uNdikhoyo ngomlilo. Ivumba lalo liyolile kuNdikhoyo.