Leviticus 8:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezo nto zonke wazinika ezandleni zika‐Arone, nasezandleni zonyana bake, wazishukushukumisa zibe ngumnikelo wokushukushukunyiswa pambi kwoyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazibeka zonke ezo zinto ezandleni zika-Aron, nasezandleni zoonyana bakhe, wazitshangatshangisa, zaba ngumtshangatshangiso phambi koYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazibeka zonke izinto ezandleni zika-Aron nasezandleni zoonyana bakhe waza wenza umnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uzithathe zonke, wazinika uAron noonyana bakhe, bona baziwanga-wangisa phambi koNdikhoyo zangumnikelo.