Leviticus 8:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba kwenziwe namhla nje, uyalele uyehova ukuba kwenjwe njalo, ukuze nenzelwe uxoliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengoko kwenziwe ngako namhla, uYehova uwise umthetho ukuba kwenjiwe njalo ukunicamagushela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uwise umthetho ukuba kwenziwe njengoko enzile namhla, ukukunyanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo usiyalele ukuba senze le nto siyenzileyo namhlanje kuni ukususa isono senu.