Leviticus 8:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukona niya kuhlala elucangweni lwentente yentlangano, imini nobusuku, imihla ibe sixe̔nxe, nisigcine isigcinelo sikayehova, ukuze ningafi: ngokuba kungokunjalo endiyalelweyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nohlala emnyango wentente yokuhlangana, imini nobusuku, imihla esixhenxe, nigcine isigxina sikaYehova, ukuze ningafi;kuba ndiwiselwe umthetho ngokunjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nohlala ubusuku nemini iintsuku ezisixhenxe emnyango wentente yokuhlangana, niyigcine inkonzo kaYehova, ukuze ningafi; ngokuba ndiwisiwe ngolo hlobo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze nihlale ke phaya ekungeneni kwesibingelelo ubusuku nemini, kude kube ziintsuku ezisixhenxe, nithobela umyalelo kaNdikhoyo. Niya kufa ukuba aniyenzi loo nto. Yinto ethethwe nguNdikhoyo leyo ke kum.”