Leviticus 9:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngomhla wesibozo, u‐Mosesi wabiza u‐Arone, nonyana bake, nabadala bo‐Sirayeli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngomhla wesibhozo, uMoses wabiza uAron noonyana bakhe, namodada amakhulu akwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomhla wesithoba nowesibini, uMoses wabiza uAron noonyana bakhe, namadoda amakhulu akwaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngomhla wesibhozo emva komsitho womiselo lwababingeleli uMosis wabiza uAron kunye noonyana bakhe, kwakunye namadoda amakhulu akwaSirayeli,