Leviticus 9:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasondeza nedini lokutshiswa, walenza njengesiko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasondeza nedini elinyukayo, walenza ngokwesiko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko wenza umnikelo otshiswayo waza wawunikela ngokomthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubuye walisondeza ngokusesikweni kwanalo idini elitshiswayo.