Leviticus 9:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasondeza kanjalo umnikelo wokudla, wazalisa isandla sake kwa kuwo, watshisa oko pezu kwesibingelo, ngapandle kwelokusa idini lokutshiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawusondeza umnikelo wokudla, wazalisa isandla sakhe ngawo, waqhumisela ngawo esibingelelweni, ngaphezu kwedini elinyukayo lakusasa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasondeza idini elinyukayo, uzalisa isandla kulo, waqhumisela ngalo esibingelelweni, ngexesha ledini elinyukayo lakusasa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usondeze nomnikelo wokutya, wathatha kangangesandla kuwo, wawutshisa apho eqongeni. Yonke le nquleqhu yongeza kumadini atshiswa kusasa.