Leviticus 9:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baye bebeka lamanqata pezu kwazo izifuba; waza watshisa amanqata lawo esibingelweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bawabeka loo manqatha phezu kwazo iincum, waqhumisela ngamanqatha esibingelelweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babeka amanqatha phezu kweetyesi, waqhumisela ngamanqatha esibingelelweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wawabeka phezu kweencum zazo, waza yonke loo nto wayisa eqongeni. Amanqatha uwatshisele apho eqongeni,