Leviticus 9:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kupuma umlilo ebusweni bukayehova, wagqibela pezu kwesibingelo idini lokutshiswa namanqata: bati bakubona bonke abantu, badanduluka ngovuyo, bawa ngobuso babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaphuma umlilo ebusweni bukaYehova, walidla idini elinyukayo, namanqatha aphezu kwesibingelelo; babona bonke abantu, baduma, bawa ngobuso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaphuma umlilo phambi koYehova, walidla idini elinyukayo, nenqatha, phezu kwesibingelelo. Bakubona bonke abantu, baduma, bawa ngobuso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Suka kwaphuma umlilo kuNdikhoyo, watshisa elo dini naloo manqatha ebephezu kweqonga. Bathi bakuyibona loo nto abantu, baduma bonke, bee qubudu bawa ngobuso.