Luke 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Zekariya waxaliswa aku yi bona, wawelwa kukwoyika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhathazeka uZekariya, akusibona, wangenelwa kukoyika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uZekariya wathi akumbona wakhathazeka, wangenelwa luloyiko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wothuka uZakariya akusibona, wangenwa luloyiko.