Luke 1:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba eya kuba mkulu ebusweni benkosi; angaseli ke neveyine notywala; waeya kuzaliswa ngomoya oyingcwele esapuma esizalweni sonina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uya kuba mkhulu emehlweni eNkosi, angakhe asele wayini nasiselo sinxilisayo; uya kuzaliswa nguMoya oyiNgcwele kwasekuzalweni kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uya kuba mkhulu emehlweni eNkosi, angakhe asele wayini nasiselo sinxilisayo; uya kuzaliswa nguMoya oyiNgcwele kwasekuzalweni kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena uya kubaluleka eNkosini, angaseli wayini nasiselo sinxilisayo, alawulwe nguMoya oyiNgcwele kwasekuzalweni kwakhe.