Luke 1:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Zekariya kuyo ingelosi: Ndiya kukwazi oku ngandawo nina? ngokuba ndilixego mna, nomfazi wam ekolisile ukuba nobudala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uZekariya kuso isithunywa, Ndiya kukwazi ngani na oko? Kuba mna ndimdala, waye nomfazi wam selekhulile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uZekariya kuso isithunywa, Ndiya kukwazi ngani na oko? ngokuba mna ndimdala, waye nomfazi wam selekhulile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UZakariya wathi kwisithunywa eso: “Ndiya kuyiqonda ngani le nto? Kaloku mna sendimdala, nomfazi wam selaluphele.”