Luke 1:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bona ke, woba usiti cwaka, ukohlwa nokuteta, kude kube yimini eziya kuba zenzekile ezizinto; ngenxa yokokuba ubungakolwanga ngamazwi am, aya kuzalisekiswa wona ngexesha lawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, uya kuba sisidenge, ungabi nako ukuthetha, kude kube yimini eziya kuthi zenzeke ngayo ezi zinto, ngenxa enokuba ungakholwanga ngamazwi am; aya kuzalisekiswa wona ngexesha lawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, uya kuba sisidenge, ungabi nako ukuthetha, kude kube yimini eziya kuthi zenzeke ngayo ezi zinto, ngenxa enokuba ungakholwanga ngamazwi am; aya kuzalisekiswa wona ngexesha lawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yokuba ungakholwa ngamazwi am, uyabona, uya kuvaleka, ungabi nako ukuthetha, kude kube yiloo mini zenzeka ngayo ezi zinto. Kanti ke la mazwi aya kuzalisekiswa ngexesha lawo.”