Luke 1:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke akupuma, wakohlwa ukuteta kubo; baza banakana ukuba ubonile isibonakalo endaweni eyingcwele; wabe ke yena eman’ ukukoba kubo, wahlala esidenge.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke akuphuma, akaba nako ukuthetha kubo; baqonda ukuba ubone umbono endaweni engcwele apho, waye yena emana ukunqwala kubo, wahlala engathethi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke akuphuma, akaba nako ukuthetha kubo; baqonda ukuba ubone umbono endaweni engcwele apho, waye yena emana ukunqwala kubo, wahlala engathethi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ke akuphuma engasenako ukuthetha, baqonda ukuba ubone umbono apho endaweni engcwele. Wathi, ekhohliwe kukuthetha, wamana enqwala.